Icona Tyisa umhlobo wam (isiXhosa)

102 by Curious Learning


Aug 3, 2022

Informazioni su Tyisa umhlobo wam (isiXhosa)

Umdlalo wemfundo owanceda abantwana bafunde ukufunda

Tyisa umhlobo wam ufundisa umntwana wakho izinto ezisisiseko zokufunda. Ukuqoqa amaqanda e-monster uze ubondle iileta ukuze bakwazi ukukhula babe ngabahlobo abatsha!

YINTONI I-TYISA UMHLOBO WAM?

Tyisa umhlobo wam isebenzisa 'umdlalo ovezweyo ukuze ufunde' ubuchule bokubandakanya abantwana kunye nokubanceda bafunde ukufunda. Abantwana banandipha ukuqokelela nokukhula kwezilwanyana zezilwanyana ngelixa befunda ukufunda ngokusemgangathweni.

YIKHULULEKILE UKUKHUPHELA, AKHUKHO NTENGISO, AKUTHENGISWA PHAKATHI KWIHLELO!

Yonke in ikhululekile kwi-100%, idalwe yi ntlangano ezingenzi nzuzo Curious Learning, CET, kunye Apps Factory.

IIMPAWU ZOMDLALO EZIKHUTAZA IZAKHONO ZOKUFUNDA

• Izindalo ezinwabisayo kunye ezibandakanya abantwana

• Giochi di tracciamento delle lettere per aiutare a leggere e scrivere Imidlalo yokubhala ngokulandelela iileta yokunceda ukufunda nokubhala

• Imidlalo yokukhumbula yesigama

• Amanqanaba ecelomngeni woku-vakala kuphela

• Ingxelo yophuhliso kubazali

• Ungene ngemvume kwabasebezisi beninzi ngokuthola ingxelo yophuliso ngabanye

• Izilwanyana eziqokelekayo, eziguquguqukayo kunye nezolisayo

• Yenzelwe ukukhuthaza izakhono zentlalo-zengqondo

• Akuthengiswa ngaphakathi kwihlelo

• Akukho ntengiso

• Akukho uxhumano lwe intanethi efunekayo

PHUHLISWA YI NGCALI NGEMNTWANA WAKHO

Umdlalo usekelwe kwiminyaka yophando kunye namava kwisayensi yokufunda nokubhala. Iquka izakhono eziphambili zokufunda nokubhala, kubandakanywa Ulwazi lwe-Fonetiki, Ukwazi Iileta, Fonetiki, IsiGama kunye nokuFunda iZwi Ngokubona. Ukuze abantwana bakwazi ukuhlaziya isiseko esinamandla sokufunda. Eyakhelwe malunga nomxholo wokunyamekela iqoqo lezilwanyana, yenzelwe ukukhuthaza uvelwano, ukunyamezela kunye nophuhliso lwentlalo-emoyeni kubantwana.

SINGOOBANI NA KE THINA?

Tyisa umhlobo wam eyayixhaswa ngu-Ministero degli Affari Esteri norvegese, njengenxalenye ye khuphiswano ye-EduApp4Syria. Usetyenziso yokuqala yaseArabhu yaphuhliswa njengentsebenziswano ehlangeneyo phakathi kwe-Apps Factory, CET - The Center for Educational Technology, e IRC - The International Rescue Committee.

Tyisa umhlobo wam yaguqulelwa kwisiNgesi ngoCearning Learning, engenzi nzuzo ezinikezelwe ekukhuthazeni ukufikelela kumxholo wokufunda nokubhala ngokufanelekileyo kubo bonke abayifunayo. Siyiqela labaphandi, abaphuhlisi, kunye nootitshala abazinikezele ekunikeni abantwana kuyo yonke indawo ukufunda nokubhala ngoulwimi lwabo ngokusekelwe kubungqina kunye nolwazi - kwaye bazamakzilbaki

-----

Feed Il mostro insegna ai bambini i fondamenti della lettura in isiXhosa. Raccogli le uova di mostri e dai loro da mangiare in modo che possano diventare nuovi amici!

CHE COSA È ALIMENTATO IL MOSTRO?

Feed The Monster utilizza tecniche comprovate di "gioco per imparare" per coinvolgere i bambini e aiutarli a imparare a leggere. Ai bambini piace collezionare e far crescere mostri domestici mentre imparano a leggere i fondamenti.

LIBERO DI SCARICARE, NO ANNUNCI, NO IN ACQUISTI DI APP!

Tutti i contenuti sono gratuiti al 100%, creati dall'educazione no profit Curious Learning e CET - e portati in Sudafrica attraverso il supporto di BellaVista School.

CARATTERISTICHE DEL GIOCO PER PROMUOVERE LE COMPETENZE DI LETTURA:

• Puzzle di fonetica divertenti e coinvolgenti

• Giochi di tracciamento delle lettere per facilitare la lettura e la scrittura

• Giochi di memoria di vocabolario

• Sfidare i livelli di "solo suono"

• Rapporto sullo stato di avanzamento dei genitori

• Accesso multiutente per i progressi dei singoli utenti.

• Mostri da collezione, evolvibili e divertenti

• Nessun acquisto in-app

• Nessuna pubblicità

• Nessuna connessione Internet necessaria

SVILUPPATO DA ESPERTI PER IL TUO BAMBINO.

Il gioco si basa su anni di ricerca ed esperienza nella scienza dell'alfabetizzazione. Incorpora le competenze chiave per l'alfabetizzazione, tra cui consapevolezza fonologica, riconoscimento delle lettere, fonetica, vocabolario e lettura delle parole visive in modo che i bambini possano sviluppare una solida base per la lettura. Costruito attorno al concetto di prendersi cura di una collezione di mostri, è progettato per incoraggiare l'empatia, la perseveranza e lo sviluppo socio-emotivo per i bambini.

Novità nell'ultima versione 102

Last updated on Aug 3, 2022

Minor bug fixes and improvements. Install or update to the newest version to check it out!

Traduzione in caricamento...

Informazioni GIOCO aggiuntive

Ultima versione

Richiedi aggiornamento Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) 102

Caricata da

Ãmi Ňã

È necessario Android

Android 4.4W+

Available on

Ottieni Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) su Google Play

Mostra Altro

Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) Screenshot

Commento Loading...
Lingua
Ricerca...
Iscriviti ad APKPure
Sii il primo ad accedere alla versione anticipata, alle notizie e alle guide dei migliori giochi e app Android.
No grazie
Iscrizione
Abbonato con successo!
Ora sei iscritto ad APKPure.
Iscriviti ad APKPure
Sii il primo ad accedere alla versione anticipata, alle notizie e alle guide dei migliori giochi e app Android.
No grazie
Iscrizione
Successo!
Ora sei iscritto alla nostra newsletter.